UMsebenzi weMfazwe Enkulu 2.0
Yiba yinxalenye yokusasazwa kwezigidi zolulucwadi ebudeni beminyaka ka-2023 no-2024 ukulungiselela ukubuya kuka Yesu.
Ellen G. White
Omnye wabaseki beBandla le-Seventh-day Adventist
Ndilangazelela ngakumbi ukubona lencwadi isasazwa ngokuphangaleleyo ukwedlula zonke ezinye … kuba kwiMfazwe Enkulu, umyalezo wokugqibela olumkisa ihlabathi uphawulwe ngokucacileyo kunokuba kunjalo kwezinye iincwadi zam.
Ezikhutshelweyo
Iilwimi
Ted N. C. Wilson
UMongameli, weBandla le-Seventh-day Adventist
Ted N. C. Wilson
UMongameli, weBandla le-Seventh-day Adventist
Indlela yokuba inxaxheba
Inyathelo
Lomsebenzi mawuthiwe thaca phambi kweQoqo leBandla
Inyathelo
Khetha Ummandla onabantu ekunokuya kusetyenzwa kuwo
Inyathelo
Uluhlu lwezinto ezi--Odolweyo
Inyathelo
Hambisa
INkosi yabeka kum ukuba ndibhale lencwadi ukuze ngaphandle kwamathandabuzo ingeniswe kuzo zonke iinkalo zehlabathi, kuba izilumkiso ezixakathileyo ziyinqobo ekulungiseleleni abantu ukuba beme ngemini yeNkosi."
ELLEN G. WHITE, UMBHALO-NGQANGI 24, 1891
Khuphela iMfazwe Enkulu kunye neZixhobo eziyiphuhlisayo
Isishwankathelo
Ucinga ukuba ihlabathi liya lisiba ngcono okanye liya lisiba mfiliba? Ngokungathandabuzekiyo, uninzi lwabantu kulemihla lukholelwa ukuba ihlabathi liye limbatsha. Mhlawumbi ukwetha kwethemba ehlabathini yimiphumela yentlalo eyonganyelwe zindaba ezingenkohlakalo, kungenjalo sityhilelwe ngandlela ithile ngeenyaniso ezothusayo ezisesizikithini sale ncwadi: Kukho ububi obugungqisayo ngelihlabathi lethu yaye asinamandla okubulungisa thina.
iMfazwe Enkulu ayityhilii kuphela intsusa yokwetha kwesimilo somntu, kodwa ikwahluba ubunzima obukhukhulu nobugquba esizikithini seenyhikityha zokufa nentshabalalo, urwaphilizo kunye nembubhiso yabantu, ubugebenga kwa nesiphithiphithi. Kulo msebenzi umangalisayo uya kuphawula ukuba ububi bunomntu phakathi, ubulungisa bukhokelwa yiNjinga, kodwa isono sizakuphelelwa. Ukuba ufuna ukuzilungiselela isiphelo seli hlabathi kwakunye nephakade elibengezelayo elizayo, kubalulekile ukuyifunda le ncwadi.
Ulwimi:
Ezona Zikhutshelwe kakhulu